Siyabulela ngokuxhasa lo mkhankaso wokucela uSodolophu we City of Joburg ukuba akhe ibhulorho yeenyawo eDiepsloot.
Ungabazisa abahlobo bakho kunye nosapho lwakho ngalo mkhankaso? Ukuba uSodolophu angawubona lo mkhankaso ukhula ngamandla, uxhaswa lilizwe ngokubanzi, oko kungabangela ukuba asimamele kwaye enze oko sikufunayo.
Yazisa abahlobo bakho ku Facebook, Whatsapp okanye kwi E-meyli.